Footnote
a Ngoxa ngoku bambi bekhetha ukusebenzisa ibinzana elithi “amaMerika Omthonyama,” ngokuqhelekileyo kwiimbekiselo ezininzi kusasetyenziswa elithi “umIndiya.” Siza kuwasebenzisa omabini la mabinzana. “UmIndiya” libinzana eliphosakeleyo elanikwa abemi bomthonyama nguColumbus, owayecinga ukuba ufikile eIndiya xa wafika kwindawo ngoku eyaziwa ngokuba yiWest Indies.