Footnote
a Igama lesiGrike eliguqulelwe ngokuthi “uhenyuzo” lisetyenziswa kuzo zonke indlela zokuba neentlobano zesini nomnye umntu ngaphandle komtshato okuquka ukusetyenziswa kwamalungu esini nokufakwa kwawo emlonyeni.—Funda uVukani! ka-Agasti 8, 2004, iphepha 12 neMboniselo kaFebruwari 15, 2004, iphepha 13, nazo zipapashwe ngamaNgqina kaYehova.