IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

b Amazwi kaIsaya abonisa indlela yonyango ngomhla wakhe. Umphengululi weBhayibhile uE. H. Plumptre uthi: “Isilonda esichizayo besiqala ‘ngokuvalwa’ okanye ‘sicudiswe’ ukuze kukhutshwe ububovu; emva koko, njengakwimeko kaHezekiya (isahl. xxxviii. 21), bekufudunyezwa iyeza, lisongelwe elaphini size ‘sibotshwe’ ngalo, sandule ke sithanjiswe ngamafutha okudambisa iintlungu, okanye ke mhlawumbi sicocwe ngeoli newayini, njengokuba kuboniswe kuLuka x. 34.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share