Footnote
a Ngaba ukhe uzive ngathi uwedwa, bonke abantu bahambela kude kuwe? Ukuba ukhe uzive ngolo hlobo, qiniseka ukuba uYehova uyayazi loo nto, ufuna ukukunceda. Kweli nqaku uza kuva izinto onokuzenza xa uziva ngolu hlobo. Uza kuva nokuba unokubakhuthaza njani abanye abazalwana noodade abaziva ngolu hlobo.