IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 10/11 iphe. 32
  • Njengoko Bekhula

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Njengoko Bekhula
  • Vukani!—2011
Vukani!—2011
g 10/11 iphe. 32

Njengoko Bekhula

“Sasiyithanda gqitha incwadi ethi Incwadi Yam Yamabali EBhayibhile xa sasisengabantwana. Ngoku sinonyana oneenyanga ezili-16 ubudala, ogama linguJoshua. Le ncwadi iza kusinceda gqitha ukuze simfundise. Nangona eselusana, uJoshua ubazi ngamagama abantu abangama-35 kule ncwadi ekuthethwa ngabo eBhayibhileni. Uyathetha ngabo.”—UTimothy noAnn.

“Unyana wam oselula uyakuthanda ukubuka imifanekiso ekwincwadi ethi Funda Kumfundisi Omkhulu yaye sele eyazi inkoliso yayo. Le ncwadi iye yandinceda ndakwazi ukuqiqa naye xa eneengxaki esikolweni nakwezinye iindawo. Indifundise okungaphezu koko bendikulindele.”—UJennifer.

“Incwadi ethi Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2 ithetha ngazo zonke iingxaki oluba nazo ulutsha. Ndineminyaka eli-19 ubudala. Le ncwadi iye yandinceda ndazibekela usukelo, ndenza izigqibo zobulumko ngokuphathelele ukuthandana nokukhulisa ubuhlobo bam noThixo. Ndicebisa bonke abantu, abadala nabancinane ukuba bayifunde.”—UCourtney.

□ Incwadi Yam Yamabali EBhayibhile

□ Funda Kumfundisi Omkhulu

□ Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2

□ Ndicela nindithumelele le ncwadi (okanye iincwadi) iboniswe apha. Sebenzisa iadresi efanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 5 leli phephancwadi.

□ Ndicela niqhagamshelane nam ngokuphathelele isifundo seBhayibhile sesisa.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share