IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • yp2 iphe. 244-245
  • Ukuzihlaziya

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ukuzihlaziya
  • Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Amanqaku Afanayo
  • Uluvo Lwam—Ukuzonwabisa
    Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Ngaba Indlela Ozihlaziya Ngayo Iyingenelo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
  • Indlela Yokuzonwabisa Efanelekileyo Nehlaziyayo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2006
  • Ungavumeli Nantoni Na Ikwahlukanise NoYehova
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova 2013
Khangela Okunye
Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
yp2 iphe. 244-245

Icandelo 8

Ukuzihlaziya

Lingakanani ixesha olichitha ekuzihlaziyeni, njengakwimidlalo, umculo, ii-“movie,” umabonwakude okanye imidlalo ye-elektroniki?

□ Andifane

□ Kanye ngosuku

□ Izihlandlo eziliqela ngosuku

Ngubani okanye yintoni eba negalelo xa ukhetha indlela yokuzihlaziya?

□ Ngoontanga

□ Ngabazali bakho

□ Zizibhengezo

Kusenokwenzeka ukuba namhlanje zininzi iindlela zokuzihlaziya kunokuba kwakunjalo ngaphambili. Kodwa lincinane ixesha onalo. Indlela ozihlaziya ngayo inokuyiphembelela indlela ocinga ngayo. Ngoko lingakanani ixesha ofanele ulichithele ekuzihlaziyeni? Yintoni enokukunceda wazi eyona ndlela omele uzihlaziye ngayo? Isahluko 30-33 siza kukunceda uhlolisise kakuhle indlela ozihlaziya ngayo.

[Umfanekiso ozalise iphepha, kwiphepha 244, 245]

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share