Isaya 65:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Khangelani! Abakhonzi bam baya kumemelela ngovuyo ngenxa yemeko elungileyo yentliziyo,+ kodwa nina niya kukhala ngenxa yentliziyo ebuhlungu yaye niya kubhomboloza ngenxa yokuwa umoya.+
14 Khangelani! Abakhonzi bam baya kumemelela ngovuyo ngenxa yemeko elungileyo yentliziyo,+ kodwa nina niya kukhala ngenxa yentliziyo ebuhlungu yaye niya kubhomboloza ngenxa yokuwa umoya.+