Eksodus 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+ Duteronomi 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Umbangele uYehova namhlanje ukuba athi uya kuba nguThixo wakho ngoxa uhamba ngeendlela zakhe, ugcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe+ nezigwebo zakhe,+ uliphulaphule ilizwi lakhe.+
2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+
17 Umbangele uYehova namhlanje ukuba athi uya kuba nguThixo wakho ngoxa uhamba ngeendlela zakhe, ugcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe+ nezigwebo zakhe,+ uliphulaphule ilizwi lakhe.+