Genesis 30:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye emva koko wazala intombi waza wayithiya igama elinguDina.+ Genesis 46:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngabo abo oonyana bakaLeya,+ awabazalela uYakobi ePadan-aram, kunye nentombi yakhe uDina.+ Iyonke imiphefumlo yoonyana bakhe neyeentombi zakhe yayingamashumi amathathu anesithathu.
15 Ngabo abo oonyana bakaLeya,+ awabazalela uYakobi ePadan-aram, kunye nentombi yakhe uDina.+ Iyonke imiphefumlo yoonyana bakhe neyeentombi zakhe yayingamashumi amathathu anesithathu.