Genesis 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho. Roma 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye wafumana umqondiso,+ oko kukuthi, ulwaluko, njengetywina lobulungisa ngokholo awayenalo ngoxa wayengalukanga, ukuze abe nguyise+ wabo bonke abo banokholo+ ngoxa bengalukanga, ukuze babalelwe ebulungiseni;
12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho.
11 Yaye wafumana umqondiso,+ oko kukuthi, ulwaluko, njengetywina lobulungisa ngokholo awayenalo ngoxa wayengalukanga, ukuze abe nguyise+ wabo bonke abo banokholo+ ngoxa bengalukanga, ukuze babalelwe ebulungiseni;