INdumiso 146:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+ INtshumayeli 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+
4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+
5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+