Luka 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa nalowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+ 1 Petros 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+
6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+