IMizekeliso 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ubulungisa babathe tye buya kubahlangula,+ kodwa ngomnqweno wabo abo benza ngobuqhophololo baya kubanjiswa.+ Yakobi 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ngamnye ulingwa ngokutsalwa nokuwexulwa ngumnqweno wakhe.+
6 Ubulungisa babathe tye buya kubahlangula,+ kodwa ngomnqweno wabo abo benza ngobuqhophololo baya kubanjiswa.+