1 Tesalonika 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwelinye icala, siyanibongoza, bazalwana, balulekeni abangalungelelananga,+ yithuthuzeleni imiphefumlo edandathekileyo,+ baxhaseni ababuthathaka, nizeke kade umsindo+ kubo bonke.
14 Kwelinye icala, siyanibongoza, bazalwana, balulekeni abangalungelelananga,+ yithuthuzeleni imiphefumlo edandathekileyo,+ baxhaseni ababuthathaka, nizeke kade umsindo+ kubo bonke.