1 Kronike 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oonyana bakaYuda yayinguEre+ no-Onan+ noShela.+ Abo bathathu wabazalelwa yintombi kaShuwa, umKananekazi. Yena uEra owayelizibulo likaYuda waba mbi emehlweni kaYehova, kangangokuba wambulala.+ INdumiso 55:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+
3 Oonyana bakaYuda yayinguEre+ no-Onan+ noShela.+ Abo bathathu wabazalelwa yintombi kaShuwa, umKananekazi. Yena uEra owayelizibulo likaYuda waba mbi emehlweni kaYehova, kangangokuba wambulala.+
23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+