Rute 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 beniza kubalinda na de bakhule? Beniza kuhlala nizigcinele bona ningabi namadoda? Hayi, zintombi zam, kuba kukrakra kakhulu kum ngenxa yenu, kuba isandla sikaYehova siphume nxamnye nam.”+ Mateyu 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Mfundisi, uMoses wathi, ‘Ukuba nawuphi na umntu ufa engenabantwana, umntakwabo umele atshate umfazi wakhe aze amvelisele inzala umntakwabo.’+
13 beniza kubalinda na de bakhule? Beniza kuhlala nizigcinele bona ningabi namadoda? Hayi, zintombi zam, kuba kukrakra kakhulu kum ngenxa yenu, kuba isandla sikaYehova siphume nxamnye nam.”+
24 “Mfundisi, uMoses wathi, ‘Ukuba nawuphi na umntu ufa engenabantwana, umntakwabo umele atshate umfazi wakhe aze amvelisele inzala umntakwabo.’+