IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 105:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bazixhwalekisa iinyawo zakhe ngamakhamandela,+

      Umphefumlo wakhe waba sezintsimbini;+

  • 1 Petros 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba ninaludumo luni na, xa ninyamezela ukumpakazwa ngenxa yesono enisenzileyo?+ Kodwa ukuba nibandezeleka+ ngenxa yokwenza okulungileyo, nize ninyamezele, kuyamkholisa uThixo oko.+

  • 1 Petros 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa kwanokuba niyabandezeleka ngenxa yobulungisa, ninoyolo.+ Noko ke, into eyoyikwayo ngabo musani ukuyoyika,+ ningaphazamiseki nokuphazamiseka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share