Genesis 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Bathi kuye: “Siphuphe iphupha, yaye asinatoliki.” Ngoko uYosefu wathi kuwo: “AsikokukaThixo na ukutolika?+ Khanincede, nindibalisele lona.” Daniyeli 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wena, Thixo wookhokho, ndiyakudumisa ndikuncoma,+ ngenxa yokuba undinike ubulumko+ namandla. Yaye undazisile oko besikucele kuwe, kuba usazisile lo mbandela kakumkani.”+ Daniyeli 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Noko ke, kukho uThixo emazulwini onguMtyhili weemfihlelo,+ yaye umazisile uKumkani uNebhukadenetsare okuya kwenzeka ekupheleni kwemihla.+ Iphupha lakho nemibono yentloko yakho emandlalweni wakho—nali:
8 Bathi kuye: “Siphuphe iphupha, yaye asinatoliki.” Ngoko uYosefu wathi kuwo: “AsikokukaThixo na ukutolika?+ Khanincede, nindibalisele lona.”
23 Wena, Thixo wookhokho, ndiyakudumisa ndikuncoma,+ ngenxa yokuba undinike ubulumko+ namandla. Yaye undazisile oko besikucele kuwe, kuba usazisile lo mbandela kakumkani.”+
28 Noko ke, kukho uThixo emazulwini onguMtyhili weemfihlelo,+ yaye umazisile uKumkani uNebhukadenetsare okuya kwenzeka ekupheleni kwemihla.+ Iphupha lakho nemibono yentloko yakho emandlalweni wakho—nali: