Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ 1 Timoti 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+