ABagwebi 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye uyise waqhubeka nendlela yakhe esihla esiya emfazini, yaye uSamson wenza isidlo apho;+ kuba leyo yayiyindlela ababesenza ngayo abafo abaselula. Yobhi 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oonyana bayo babesiya kwenza isidlo+ endlwini yakhe ngamnye ngeyakhe imini; kwaye babethumela bameme oodade wabo abathathu ukuza kudla basele nabo.
10 Kwaye uyise waqhubeka nendlela yakhe esihla esiya emfazini, yaye uSamson wenza isidlo apho;+ kuba leyo yayiyindlela ababesenza ngayo abafo abaselula.
4 Oonyana bayo babesiya kwenza isidlo+ endlwini yakhe ngamnye ngeyakhe imini; kwaye babethumela bameme oodade wabo abathathu ukuza kudla basele nabo.