Genesis 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Yabonani, ndibunikele kuni bonke utyani obuvelisa imbewu obuphezu komhlaba uphela nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu.+ Mayibe kukutya kuni.+ INdumiso 72:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuya kubakho ukudla okuziinkozo okuninzi emhlabeni;+Encotsheni yeentaba kuya kubakho ukuphuphuma.+Isiqhamo sakhe siya kuba njengaseLebhanon,+Nabo baphuma esixekweni baya kutyatyamba njengotyani bomhlaba.+ Mateyu 13:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 enyanisweni, oluyeyona incinane kunazo zonke iimbewu, kodwa oluthi lwakukhula luyodlule yonke imifuno lube ngumthi, zize iintaka zezulu+ zifike zakhele emasebeni awo.”+
29 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Yabonani, ndibunikele kuni bonke utyani obuvelisa imbewu obuphezu komhlaba uphela nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu.+ Mayibe kukutya kuni.+
16 Kuya kubakho ukudla okuziinkozo okuninzi emhlabeni;+Encotsheni yeentaba kuya kubakho ukuphuphuma.+Isiqhamo sakhe siya kuba njengaseLebhanon,+Nabo baphuma esixekweni baya kutyatyamba njengotyani bomhlaba.+
32 enyanisweni, oluyeyona incinane kunazo zonke iimbewu, kodwa oluthi lwakukhula luyodlule yonke imifuno lube ngumthi, zize iintaka zezulu+ zifike zakhele emasebeni awo.”+