Genesis 42:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Noko ke, yena wathi: “Unyana wam akasayi kuhla nani, kuba umntakwabo ufile kwaye yena usele yedwa.+ Ukuba uthe wahlelwa yingozi ebulalayo endleleni eniyihambayo, ngokuqinisekileyo ke ngoko niya kuzihlisela izimvi zam eShiyol+ ndisentlungwini.” Genesis 44:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kamva omnye ndaphulukana naye ndaza ndadanduluka ndathi: “Owu, umele ukuba ngokuqinisekileyo uqwengiwe!”+ yaye andikamboni nangoku. Luka 24:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Noko ke, la mazwi abonakala njengemfitshimfitshi kubo yaye babengabakholelwa+ aba bafazi.
38 Noko ke, yena wathi: “Unyana wam akasayi kuhla nani, kuba umntakwabo ufile kwaye yena usele yedwa.+ Ukuba uthe wahlelwa yingozi ebulalayo endleleni eniyihambayo, ngokuqinisekileyo ke ngoko niya kuzihlisela izimvi zam eShiyol+ ndisentlungwini.”
28 Kamva omnye ndaphulukana naye ndaza ndadanduluka ndathi: “Owu, umele ukuba ngokuqinisekileyo uqwengiwe!”+ yaye andikamboni nangoku.