Duteronomi 33:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 NgoZebhulon wathi:+ “Yiba nemihlali, Zebhulon, ekuphumeni kwakho,+Nawe, Isakare, ezintenteni zakho.+ Yoshuwa 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iqashiso lesine laphuma noIsakare,+ noonyana bakaIsakare ngokweentsapho zabo. 1 Kronike 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Abantakwabo ngokweentsapho zonke zakwaIsakare babengamakroti, amadoda anamandla,+ angamashumi asibhozo anesixhenxe amawaka ngokokubhaliswa kwabo bonke ngokwemilibo yabo yokuzalwa.+
18 NgoZebhulon wathi:+ “Yiba nemihlali, Zebhulon, ekuphumeni kwakho,+Nawe, Isakare, ezintenteni zakho.+
5 Abantakwabo ngokweentsapho zonke zakwaIsakare babengamakroti, amadoda anamandla,+ angamashumi asibhozo anesixhenxe amawaka ngokokubhaliswa kwabo bonke ngokwemilibo yabo yokuzalwa.+