Genesis 7:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko yonke inyama enambuzelayo emhlabeni yabhujiswa,+ izidalwa eziphaphazelayo nezilwanyana zasekhaya namarhamncwa nenyakanyaka yonke enyakazelayo emhlabeni, nalo lonke uluntu.+ INdumiso 104:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+Zibuyele eluthulini lwazo.+
21 Ngoko yonke inyama enambuzelayo emhlabeni yabhujiswa,+ izidalwa eziphaphazelayo nezilwanyana zasekhaya namarhamncwa nenyakanyaka yonke enyakazelayo emhlabeni, nalo lonke uluntu.+
29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+Zibuyele eluthulini lwazo.+