Genesis 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waza uThixo wawenza amarhamncwa omhlaba ngohlobo lwawo nezilwanyana zasekhaya ngohlobo lwazo nazo zonke izinambuzane emhlabeni ngohlobo lwazo.+ Waza uThixo wabona ukuba kulungile. Genesis 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 bona nawo onke amarhamncwa ngohlobo lwawo, nazo zonke izilwanyana zasekhaya ngohlobo lwazo,+ nazo zonke izinambuzane emhlabeni ngohlobo lwazo,+ nazo zonke izidalwa eziphaphazelayo ngohlobo lwazo,+ zonke iintaka, zonke izidalwa ezinamaphiko.+
25 Waza uThixo wawenza amarhamncwa omhlaba ngohlobo lwawo nezilwanyana zasekhaya ngohlobo lwazo nazo zonke izinambuzane emhlabeni ngohlobo lwazo.+ Waza uThixo wabona ukuba kulungile.
14 bona nawo onke amarhamncwa ngohlobo lwawo, nazo zonke izilwanyana zasekhaya ngohlobo lwazo,+ nazo zonke izinambuzane emhlabeni ngohlobo lwazo,+ nazo zonke izidalwa eziphaphazelayo ngohlobo lwazo,+ zonke iintaka, zonke izidalwa ezinamaphiko.+