Genesis 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke kaloku kwabakho indlala ezweni, ngaphandle kweyokuqala indlala eyayikho ngemihla ka-Abraham,+ waza uIsake waya kuAbhimeleki, ukumkani wamaFilisti, eGerare.+
26 Ke kaloku kwabakho indlala ezweni, ngaphandle kweyokuqala indlala eyayikho ngemihla ka-Abraham,+ waza uIsake waya kuAbhimeleki, ukumkani wamaFilisti, eGerare.+