Genesis 24:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yaye uYehova uyisikelele kakhulu inkosi yam ngokuthi ayenze ibe nkulu ngakumbi, wayinika izimvu neenkomo nesilivere negolide nezicaka nezicakakazi neenkamela namaesile.+ Duteronomi 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Uze umkhumbule uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunike amandla okuzuza indyebo;+ ukuze awuphumeze umnqophiso wakhe awawufungela ookhokho benu, njengoko kunjalo namhla.+
35 Yaye uYehova uyisikelele kakhulu inkosi yam ngokuthi ayenze ibe nkulu ngakumbi, wayinika izimvu neenkomo nesilivere negolide nezicaka nezicakakazi neenkamela namaesile.+
18 Uze umkhumbule uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunike amandla okuzuza indyebo;+ ukuze awuphumeze umnqophiso wakhe awawufungela ookhokho benu, njengoko kunjalo namhla.+