-
Genesis 12:12INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
12 Ngokuqinisekileyo kothi akukubona amaYiputa, athi, ‘Ngumfazi wakhe lo.’ Kwaye aya kundibulala ngokuqinisekileyo, kodwa wena aya kukugcina uphila.
-