IMizekeliso 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ndaba ngunyana wokwenene kubawo,+ othambileyo nokuphela kwakhe phambi koma.+ IMizekeliso 8:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 ngoko ndandisecaleni kwakhe njengomsebénzi onobuchule,+ yaye wayendithanda ngokukhethekileyo+ imihla ngemihla, ndichulumanca phambi kwakhe amaxesha onke,+ Yohane 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+ Yohane 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kungenxa yoko le nto uBawo endithanda,+ kuba ndiyawunikezela umphefumlo wam,+ ukuze ndiwufumane kwakhona.
30 ngoko ndandisecaleni kwakhe njengomsebénzi onobuchule,+ yaye wayendithanda ngokukhethekileyo+ imihla ngemihla, ndichulumanca phambi kwakhe amaxesha onke,+
16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+
17 Kungenxa yoko le nto uBawo endithanda,+ kuba ndiyawunikezela umphefumlo wam,+ ukuze ndiwufumane kwakhona.