Isaya 53:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+ 1 Petros 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa wayetshabhiswa,+ akazange aphindise atshabhise.+ Xa wayebandezeleka,+ akazange asongele, kodwa wahlala ezinikele kulowo+ ugweba ngobulungisa.
7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+
23 Xa wayetshabhiswa,+ akazange aphindise atshabhise.+ Xa wayebandezeleka,+ akazange asongele, kodwa wahlala ezinikele kulowo+ ugweba ngobulungisa.