Genesis 50:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ethubeni wathi uYosefu kubantakwabo: “Sele ndiza kufa; kodwa uThixo okunene uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye uya kuninyusa niphume kweli lizwe, anise ezweni awafunga ngalo kuAbraham, kuIsake nakuYakobi.”+ Eksodus 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UMoses wawathabatha wahamba nawo amathambo kaYosefu, kuba wayebafungise ngokunzulu oonyana bakaSirayeli, esithi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye nize niwathabathe amathambo am nimke nawo apha.”+ INdumiso 80:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Owu Thixo wemikhosi, nceda ubuye;+Khangela phantsi usezulwini ubone uze uwunyamekele lo mdiliya,+ Luka 1:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+
24 Ethubeni wathi uYosefu kubantakwabo: “Sele ndiza kufa; kodwa uThixo okunene uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye uya kuninyusa niphume kweli lizwe, anise ezweni awafunga ngalo kuAbraham, kuIsake nakuYakobi.”+
19 UMoses wawathabatha wahamba nawo amathambo kaYosefu, kuba wayebafungise ngokunzulu oonyana bakaSirayeli, esithi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye nize niwathabathe amathambo am nimke nawo apha.”+
14 Owu Thixo wemikhosi, nceda ubuye;+Khangela phantsi usezulwini ubone uze uwunyamekele lo mdiliya,+ Luka 1:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+
68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+