Eksodus 28:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Uze umambese ngazo uAron umntakwenu noonyana bakhe benaye, yaye ubathambise,+ ubamisele,+ ubangcwalise, baze babe ngababingeleli kum. Eksodus 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wahlabela mgama uMoses esithi: “Zimiseleni namhlanje kuYehova,+ ukuba ngamnye wenu achase unyana wakhe nomntakwabo,+ ukuze anijizeke ngentsikelelo namhlanje.”+ Filipi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ezintweni zonke ndinamandla ngenxa yalowo undomelezayo.+
41 Uze umambese ngazo uAron umntakwenu noonyana bakhe benaye, yaye ubathambise,+ ubamisele,+ ubangcwalise, baze babe ngababingeleli kum.
29 Wahlabela mgama uMoses esithi: “Zimiseleni namhlanje kuYehova,+ ukuba ngamnye wenu achase unyana wakhe nomntakwabo,+ ukuze anijizeke ngentsikelelo namhlanje.”+