IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 28:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Uze umambese ngazo uAron umntakwenu noonyana bakhe benaye, yaye ubathambise,+ ubamisele,+ ubangcwalise, baze babe ngababingeleli kum.

  • Levitikus 8:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Yaye nize ningaphumi emnyango wentente yokuhlangana imihla esixhenxe,+ kude kube ngumhla wokuzaliseka kwemihla yokumiselwa kwenu, kuba kuya kuthabatha imihla esixhenxe ukumiselwa kwenu.+

  • 2 Korinte 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Asikuko ukuba thina ngokwethu sikufanelekele ngokwaneleyo ukucinga ukuba nantoni na iphuma kuthi,+ kodwa ukufaneleka ngokwaneleyo kwethu kuphuma kuThixo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share