- 
	                        
            
            2 Kronike 2:4INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        4 yabona ndilakhela+ indlu igama+ likaYehova uThixo wam ukuba ndiyingcwalisele+ yena, ukuze kutshiswe isiqhumiso sobulawu+ phambi kwakhe, nesonka esikrozisiweyo+ esibekwa rhoqo neminikelo etshiswayo kusasa nangokuhlwa,+ ngeesabatha+ nangokuthwasa kweenyanga+ nangamaxesha emithendeleko+ kaYehova uThixo wethu. Oku kuya kubakho ukusa kwixesha elingenammiselo+ kwaSirayeli. 
 
- 
                                        
- 
	                        
            
            2 Kronike 13:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        11 Yaye baqhumisa umnikelo otshiswayo kuYehova rhoqo kusasa nangokuhlwa+ kwanesiqhumiso sobulawu;+ kwanesonka esicwangciswe kakuhle phezu kwetafile yegolide esulungekileyo,+ kukho nesiphatho sezibane segolide+ nezibane zazo ukukhanyisa iingokuhlwa zonke;+ ngenxa yokuba thina sigcina imbopheleko+ yethu kuYehova uThixo wethu, kodwa nina nimshiyile.+ 
 
- 
                                        
- 
	                        
            
            Daniyeli 9:27INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        27 “Inkokeli leyo iya kwenza umnqophiso+ nabaninzi, oya kusebenza kangangeveki enye;+ yaye ekupheleni kwesiqingatha saloo veki iya kuyiphelisa imibingelelo neminikelo esisipho.+ “Kumaphiko ezinto ezinezothe+ kuza kube kuhleli lowo uphanzisayo; yaye kuya kuzaliseka oko kugqitywe kuko ngalowo uphanzileyo, de kufike intshabalalo.”+ 
 
-