Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+ 1 Korinte 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngokuba kuyo yonk’ into niye natyetyiswa+ kuye, emandleni apheleleyo okuthetha nakulwazi olupheleleyo,+ 2 Korinte 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Asikuko ukuba thina ngokwethu sikufanelekele ngokwaneleyo ukucinga ukuba nantoni na iphuma kuthi,+ kodwa ukufaneleka ngokwaneleyo kwethu kuphuma kuThixo,+
5 ngokuba kuyo yonk’ into niye natyetyiswa+ kuye, emandleni apheleleyo okuthetha nakulwazi olupheleleyo,+
5 Asikuko ukuba thina ngokwethu sikufanelekele ngokwaneleyo ukucinga ukuba nantoni na iphuma kuthi,+ kodwa ukufaneleka ngokwaneleyo kwethu kuphuma kuThixo,+