- 
	                        
            
            Eksodus 7:19INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
 - 
                            
- 
                                        
19 Wathi uYehova kuMoses: “Yithi kuAron, ‘Thabatha intonga yakho uze wolule isandla sakho+ phezu kwamanzi aseYiputa, phezu kwemilambo yabo, phezu kwemijelo yabo yomNayile naphezu kwamachibi abo aneengcongolo+ naphezu kwawo onke amaqula abo amanzi, ukuze abe ligazi.’ Ngokuqinisekileyo kuya kuba ligazi nje ezweni lonke laseYiputa, nasemiphandeni yomthi kwanasemiphandeni yamatye.”
 
 -