Eksodus 39:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Wawubona uMoses wonke loo msebenzi, kwaye, khangela! bawenze kanye njengoko wayeyalele uYehova. Benze njengoko. Ngako oko wabasikelela ke uMoses.+ Duteronomi 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nize ningongezi ezwini endiniyalela lona, yaye ninganciphisi kulo,+ ukuze niyigcine imiyalelo kaYehova uThixo wenu endiniyalela yona.
43 Wawubona uMoses wonke loo msebenzi, kwaye, khangela! bawenze kanye njengoko wayeyalele uYehova. Benze njengoko. Ngako oko wabasikelela ke uMoses.+
2 Nize ningongezi ezwini endiniyalela lona, yaye ninganciphisi kulo,+ ukuze niyigcine imiyalelo kaYehova uThixo wenu endiniyalela yona.