INdumiso 105:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wabenza baqhama kakhulu abantu bakhe,+Wabenza banamandla ngakumbi kuneentshaba zabo.+ INdumiso 105:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 IYiputa yaba nemihlali ukuphuma kwabo,Kuba ukunkwantyisa kwabo kwawafikela.+