IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngako oko uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ waza wabasukela oonyana bakaSirayeli, nakuba oonyana bakaSirayeli babephume ngesandla esiphakamileyo.+

  • Duteronomi 2:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+

  • Yoshuwa 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+

  • 1 Samuweli 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kutheni na nifanele niyenze ibe lukhuni intliziyo yenu kanye ngokwendlela iYiputa noFaro abayenza yaba lukhuni ngayo intliziyo yabo?+ Akuzange na kamsinya nje akuba Yena eqhubene nabo ngokuqatha+ bona baqalisa ukubandulula, baza bahamba?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share