INdumiso 129:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova lilungisa.+Uziqhawule iintsontelo zabo bangendawo.+ INdumiso 145:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYehova ulilungisa kuzo zonke iindlela zakhe+Yaye unyanisekile kuyo yonke imisebenzi yakhe.+ Daniyeli 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Wayiphaphela ke Yehova intlekele waza ekugqibeleni wayizisa phezu kwethu,+ kuba ulilungisa Yehova Thixo wethu kuyo yonke imisebenzi yakho oyenzileyo; thina ke asilithobelanga ilizwi lakho.+ Roma 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+
14 “Wayiphaphela ke Yehova intlekele waza ekugqibeleni wayizisa phezu kwethu,+ kuba ulilungisa Yehova Thixo wethu kuyo yonke imisebenzi yakho oyenzileyo; thina ke asilithobelanga ilizwi lakho.+
5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+