Eksodus 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Musani ukwenjenjalo! Makuhambe nina madoda omeleleyo, niye kukhonza uYehova, kuba benifuna oko kakade.” Bagxothwa baphuma phambi koFaro.+
11 Musani ukwenjenjalo! Makuhambe nina madoda omeleleyo, niye kukhonza uYehova, kuba benifuna oko kakade.” Bagxothwa baphuma phambi koFaro.+