Eksodus 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+ Eksodus 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kugcine oko ndikuyalela kona namhlanje.+ Yabona ndowagxotha phambi kwakho ama-Amori namaKanan namaHiti namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+ 1 Kumkani 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke bonke abantu ababesele kuma-Amori,+ amaHiti,+ amaPerizi,+ amaHivi+ namaYebhusi,+ ababengeyiyo inxalenye yoonyana bakaSirayeli,+
8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+
11 “Kugcine oko ndikuyalela kona namhlanje.+ Yabona ndowagxotha phambi kwakho ama-Amori namaKanan namaHiti namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+
20 Ke bonke abantu ababesele kuma-Amori,+ amaHiti,+ amaPerizi,+ amaHivi+ namaYebhusi,+ ababengeyiyo inxalenye yoonyana bakaSirayeli,+