Genesis 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+ Eksodus 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye ndonisa ngokuqinisekileyo ezweni elo ndaphakamisa isandla sam ndafunga+ ngalo ukuba ndolinika uAbraham, uIsake noYakobi; ndoninika lona ngokuqinisekileyo njengelifa.+ NdinguYehova.’”+ IZenzo 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukanti akamnikanga nayiphi na into njengelifa kulo, hayi, nendawana le engangonyawo;+ kodwa wathembisa ukumnika lona libe lelakhe,+ aze emva kwakhe alinike imbewu yakhe,+ ngoxa wayengekabi namntwana.+
18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+
8 Yaye ndonisa ngokuqinisekileyo ezweni elo ndaphakamisa isandla sam ndafunga+ ngalo ukuba ndolinika uAbraham, uIsake noYakobi; ndoninika lona ngokuqinisekileyo njengelifa.+ NdinguYehova.’”+
5 Ukanti akamnikanga nayiphi na into njengelifa kulo, hayi, nendawana le engangonyawo;+ kodwa wathembisa ukumnika lona libe lelakhe,+ aze emva kwakhe alinike imbewu yakhe,+ ngoxa wayengekabi namntwana.+