Eksodus 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko ke ndithi, Ndiya kuninyusa niphume kwinkxwaleko+ yamaYiputa, niye ezweni lamaKanan namaHiti nama-Amori+ namaPerizi namaHivi namaYebhusi,+ ezweni eliqukuqela ubisi nobusi.”’+ Duteronomi 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi. Duteronomi 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 ezweni lengqolowa nerhasi neediliya namakhiwane neerharnati,+ ezweni leoli yeminquma nobusi,+
17 Ngoko ke ndithi, Ndiya kuninyusa niphume kwinkxwaleko+ yamaYiputa, niye ezweni lamaKanan namaHiti nama-Amori+ namaPerizi namaHivi namaYebhusi,+ ezweni eliqukuqela ubisi nobusi.”’+
3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.