IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Sathi sakukuva oko, iintliziyo zethu zaqalisa ukunyibilika,+ yaye akubangakho nabani na unabugagu ngenxa yenu,+ kuba uYehova uThixo wenu nguThixo emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+

  • Yoshuwa 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye kwathi kamsinya nje xa bonke ookumkani bama-Amori,+ ababekwicala laseYordan ngasentshona, nabo bonke ookumkani bamaKanan,+ ababengaselwandle, bevayo ukuba uYehova wawomisa amanzi aseYordan phambi koonyana bakaSirayeli de bawela, zandula iintliziyo zabo zaqalisa ukunyibilika,+ yaye akuzange kuphinde kubekho kudlamka kubo ngenxa yoonyana bakaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share