IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 4:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Wahamba ke uMoses wabuyela kuYitro umkhwe wakhe waza wathi kuye:+ “Nceda, undikhulule ndihambe, ndibuyele kubantakwethu eYiputa ukuze ndibone ukuba basaphila na.”+ Ngoko uYitro wathi kuMoses: “Hamba ngoxolo.”+

  • Numeri 10:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Wandula ke wathi uMoses kuHobhabhi unyana kaRehuweli+ umMidiyan, umkhwe kaMoses: “Siyanduluka siya endaweni athe ngayo uYehova, ‘Ndiya kuninika yona.’+ Hamba nathi, yaye ngokuqinisekileyo sokwenzela okulungileyo,+ ngokuba uYehova uthethe okulungileyo ngoSirayeli.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share