Numeri 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandula wathi uMoses kuYehova: “Kutheni na umzisela ububi umkhonzi wakho, kutheni na ndingakholekanga emehlweni akho, njengoko usuke wawubeka umthwalo wesi sizwana sonke phezu kwam?+
11 Wandula wathi uMoses kuYehova: “Kutheni na umzisela ububi umkhonzi wakho, kutheni na ndingakholekanga emehlweni akho, njengoko usuke wawubeka umthwalo wesi sizwana sonke phezu kwam?+