Eksodus 16:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Bayigcina ke abantu isabatha ngomhla wesixhenxe.+ Eksodus 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+ Levitikus 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Yoyikani elowo unina noyise,+ nizigcine iisabatha zam.+ NdinguYehova uThixo wenu. IZenzo 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ukususela kumaxesha amandulo kwizixeko ngezixeko uMoses ebenabo abo bamshumayelayo, ngenxa yokuba ufundwa ngokuvakalayo kwizindlu zesikhungu zonke iisabatha.”+
10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+
21 Kuba ukususela kumaxesha amandulo kwizixeko ngezixeko uMoses ebenabo abo bamshumayelayo, ngenxa yokuba ufundwa ngokuvakalayo kwizindlu zesikhungu zonke iisabatha.”+