Levitikus 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze ungaliqhathi idlelane lakho,+ yaye ungaphangi.+ Umvuzo womqeshwa uze ungahlali ubusuku bonke kuwe kude kuse.+ IMizekeliso 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Musa ukusiphanga isisweli ngenxa yokuba siswele,+ yaye ungamtyumzi oxhwalekileyo esangweni.+ Yeremiya 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuba akukho mphambukeli, akukho nkwenkwe engenayise kwaye akukho mhlolokazi niya kumcinezela,+ negazi elimsulwa aniyi kuliphalaza kule ndawo,+ yaye aniyi kuhamba emva kwabanye oothixo kuze oko kube yintlekele kuni,+
13 Uze ungaliqhathi idlelane lakho,+ yaye ungaphangi.+ Umvuzo womqeshwa uze ungahlali ubusuku bonke kuwe kude kuse.+
6 ukuba akukho mphambukeli, akukho nkwenkwe engenayise kwaye akukho mhlolokazi niya kumcinezela,+ negazi elimsulwa aniyi kuliphalaza kule ndawo,+ yaye aniyi kuhamba emva kwabanye oothixo kuze oko kube yintlekele kuni,+