Duteronomi 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yabona, uYehova uThixo wakho ulinikele kuwe ilizwe elo.+ Nyuka, ulidle ilifa, kanye njengoko wathethayo uYehova uThixo wooyihlo kuwe.+ Musa ukoyika okanye unkwantye.’+ Yoshuwa 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+
21 Yabona, uYehova uThixo wakho ulinikele kuwe ilizwe elo.+ Nyuka, ulidle ilifa, kanye njengoko wathethayo uYehova uThixo wooyihlo kuwe.+ Musa ukoyika okanye unkwantye.’+
9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+